Tag Archives: Art Activism; Activist; Poetry; Expression; Zulu; Love; Xhosa; Isithembiso (Promise); Sparkling Woman; Cheryl Roberts; Faces & Phases; Freegender; Feminism; Storyteller

2013 Feb. 25: Isithembiso

Sithandwa sentliziyo ingaba ulahleke phi na? Kudala ndicinga ndikhangelana nawe dali wam. Uthe Wakungaphenduli kwincwadi endikubhalele yona Ndaqala ndaqonda konakele. Umphefumlo wam wazulazula. Ndabayindindi ndixakwe u’ba mandithini Lihambile ixesha ndimana ndibhala ndilinde impendulo. Kuthe kwakufika ixesha ngqangqa wam. Ndaqonda u’ba … Continue reading

Posted in Archived memories, Art Activism in South Africa, Black Lesbians, Documentation; Filming; Photography; Community, Relationships | Tagged | 8 Comments